Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Ivesi yoLusuku

Novemba 2, 2025

Umvuzo wolulamo kukoyika uThixo, Bubutyebi, nozuko, nobomi.

IMIZEKELISO 22:4 (XHO75)

Funda {{ivesi}}
Bhalisa

Iivesi zeBhayibhile zaleveki

Novemba 1, 2025

Kungani na ukuba ùsibekeke, mphefumlo wam; Kungani na ukuba ugule ngaphakathi kwam? Lindela kuThixo, ngokuba ndisaya kubuya ndibulele kuye, Olusindiso lobuso bam, noThixo wam.

IINDUMISO 42:11 (XHO75)

Okthobha 31, 2025

Akukho loyiko eluthandweni; lusuka uthando olugqibeleleyo luluphose phandle uloyiko; ngokuba uloyiko lunexhala; lowo ke woyikayo akagqibelele eluthandweni.

KAYOHANE I 4:18 (XHO75)

Okthobha 30, 2025

Musa ukweyiswa bububi; boyise ububi ngokulungileyo.

KWABASEROMA 12:21 (XHO75)

Okthobha 29, 2025

(kuba sihamba ngokholo, asihambi ngakubona)

KWABASEKORINTE II 5:7 (XHO75)

Okthobha 28, 2025

Ngaphezu kweento zonke ke, yibani nothandano olunyamekileyo, ngokuba uthando luya kugubungela inkitha yezono.

KAPETROS I 4:8 (XHO75)

Okthobha 27, 2025

Thina siyamthanda, ngokuba yena wasithanda kuqala.

KAYOHANE I 4:19 (XHO75)

Khuphela iApp

Fumana iBhayibhile yasimahla kwifowuni yakho kunye nethebhulethi.

Khuphela iBible App ngoku
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo