UYOSHUWA 1:8
UYOSHUWA 1:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ize ingesuki incwadi yaló myalelo emlonyeni wakho; uze ucinge ngayo imini nobusuku, ukuze ugcine, ukwenze konke okubhaliweyo kuyo; ngokuba wòba nokuphumelela ngendlela yakho oko, ukwenze ngengqiqo oko.
Yabelana
Funda UYOSHUWA 1UYOSHUWA 1:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kufuneka incwadi yomthetho ikukhokele kuyo yonke into oyithethayo. Uze uyifunde uyigocagoce ubusuku nemini, uzazi uzithobele izinto ezibhaliweyo kuyo. Xa wenjenjalo woba nenkqubela nempumelelo.
Yabelana
Funda UYOSHUWA 1UYOSHUWA 1:8 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ize ingesuki incwadi yomyalelo emlonyeni wakho; uze ucinge ngayo imini nobusuku, ukuze wenze ngenyameko, njengoko kubhaliweyo kuyo
Yabelana
Funda UYOSHUWA 1UYOSHUWA 1:8 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Incwadi yalomteto ayiyi kumka emlonyeni wako; kodwa uya kucinga yona emini nasebusuku, ukuze ulumkele ukwenza njengako konke okuba̔liweyo kuyo: ngokuba oko uya kutamsanqelekisa indlela yako, naloko uya kulungiseka.
Yabelana
Funda UYOSHUWA 1