1
KWABASEKORINTE I 2:9
IZIBHALO EZINGCWELE
njengoko ke kubhaliweyo, kwathiwa, Izinto ezingabonwanga liso, nezingaviwanga ndlebe, Nezingathanga qatha entliziyweni yomntu, Zizo uThixo awazilungisela abo bamthandayo. (UIsaya 64:4)
Thelekisa
Phonononga KWABASEKORINTE I 2:9
2
KWABASEKORINTE I 2:14
Owemvelo ke umntu akazamkeli izinto zoMoya kaThixo; kuba zibubudenge kuye; kanjalo akanakuzazi, ngokuba ziphicothwa ngokoMoya.
Phonononga KWABASEKORINTE I 2:14
3
KWABASEKORINTE I 2:10
UThixo wazityhila kuthi ke ngoMoya wakhe; kuba uMoya uphengulula zonke izinto, neenzulu zikaThixo.
Phonononga KWABASEKORINTE I 2:10
4
KWABASEKORINTE I 2:12
Ke thina asamkelanga moya wehlabathi; samkéle uMoya ophuma kuye uThixo, ukuze sizazi izinto esazibabalwa nguThixo
Phonononga KWABASEKORINTE I 2:12
5
KWABASEKORINTE I 2:4-5
Nokuthetha kwam, nokuvakalisa kwam uKristu kube kungengamazwi oyisa ngabulumko babantu; bekungokuqondakalisa koMoya nokwamandla, ukuze ukholo lwenu lungabi sebulumkweni babantu, lube semandleni kaThixo.
Phonononga KWABASEKORINTE I 2:4-5
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo