Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka KWABASEKORINTE I 8

1

KWABASEKORINTE I 8:6

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

uYise, eziphuma kuye izinto zonke; nathi sikholo yena. Inye iNkosi, uYesu Kristu, ezingayo zonke izinto; nathi singaye.

Thelekisa

Phonononga KWABASEKORINTE I 8:6

2

KWABASEKORINTE I 8:1-2

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ke kaloku, ngeendawo zamadini enziwa kwizithixo, ndithi, Siyazi ukuba sinokwazi sonke. Ukwazi oku kuyakhukhumalisa, ke lona uthando luyakha. Ukuba ke umntu uba wazi nto, akakazi nento ngoko amelwe kukwazi ngako.

Thelekisa

Phonononga KWABASEKORINTE I 8:1-2

3

KWABASEKORINTE I 8:13

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ngenxa yoko ndithi, Ukuba ukudla kuyamkhubekisa umzalwana wam, andisayi kudla nyama naphakade, ukuze ndingamkhubekisi umzalwana wam.

Thelekisa

Phonononga KWABASEKORINTE I 8:13

4

KWABASEKORINTE I 8:9

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Lumkani ke, hleze elo gunya lenu libe sisiwiso kwabaswele amandla.

Thelekisa

Phonononga KWABASEKORINTE I 8:9

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KWABASEKORINTE I 8

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo