1
KWABASEKORINTE II 3:17
IZIBHALO EZINGCWELE
INkosi ke inguye uMoya; apho ke akhoyo uMoya weNkosi, kubakho inkululeko.
Thelekisa
Phonononga KWABASEKORINTE II 3:17
2
KWABASEKORINTE II 3:18
Thina ke sonke, sínobuso nje obubhenqwe isigqubuthelo, síbukhangela njengokwasesipilini ubuqaqawuli beNkosi, senziwa similise okwaloo mfanekiselo, sivela ebuqaqawulini sisinge ebuqaqawulini, kwanjengokuvela eNkosini enguMoya.
Phonononga KWABASEKORINTE II 3:18
3
KWABASEKORINTE II 3:16
Ke xenikweni ithe ke yona yabuyela eNkosini sosuswa kuphele isigqubuthelo eso.
Phonononga KWABASEKORINTE II 3:16
4
KWABASEKORINTE II 3:5-6
Ukutsho andithi, sikulingene ngokwethu ukucamanga nto engathi iphuma kuthi ngokwethu; ukukulingana kwethu oko kuphuma kuThixo, osenze nokusenza sakulingana ukuba ngabalungiseleli bomnqophiso omtsha; singabi ngabobhalo nje kodwa, sibe singabomoya; kuba ubhalo luyabulala, umoya ke udlisa ubomi.
Phonononga KWABASEKORINTE II 3:5-6
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo