1
KWABASEKORINTE II 9:8
IZIBHALO EZINGCWELE
Unako ke uThixo ukuphuphumisela kuni ubabalo lonke, ukuze nithi, nihlala ninako nje ukwanela konke ngeendawo zonke, niphuphumele emsebenzini wonke olungileyo
Thelekisa
Phonononga KWABASEKORINTE II 9:8
2
KWABASEKORINTE II 9:7
Elowo makanike njengoko agqibe ngako entliziyweni; makungabi kokuphuma kabuhlungu, nangokunyanzelwa; kuba uThixo uthanda umphi ochwayithileyo.
Phonononga KWABASEKORINTE II 9:7
3
KWABASEKORINTE II 9:6
Qondani ke le nto: Lowo uhlwayela ngokuvimba wovuna kwangokuvimba; nalowo uhlwayela ngesisa wovuna kwangesisa.
Phonononga KWABASEKORINTE II 9:6
4
KWABASEKORINTE II 9:10-11
Wanga ke angathi, ompha imbewu umhlwayeli, nesonka sokudliwa, aniphe ayandise imbewu yenu, ahlumise isiqhamo sobulungisa benu; nithi ngeendawo zonke nityetyiselwe ekunyaniseni konke, kona kusebenzayo ngathi umbulelo kuThixo.
Phonononga KWABASEKORINTE II 9:10-11
5
KWABASEKORINTE II 9:15
Makubulelwe ke kuThixo ngenxa yesipho sakhe singenambali.
Phonononga KWABASEKORINTE II 9:15
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo