1
KWABASETESALONIKA II 1:11
IZIBHALO EZINGCWELE
Ngoko ke sihlala sithandaza nokuthandaza ngenxa yenu, ukuba uThixo wethu anibalele ekuthini nilufanele ubizo lwenu, azalise ngokunamandla konke ukukholiswa kukulunga, nomsebenzi wokholo
Thelekisa
Phonononga KWABASETESALONIKA II 1:11
2
KWABASETESALONIKA II 1:6-7
ukuba kanti yinto ebubulungisa kuThixo ukubabuyekeza ngembandezelo abanibandezelayo; athi, nina babandezelwayo, anibuyekeze ngokuniphumza kunye nathi, ekutyhilekeni kweNkosi uYesu, ivela emazulwini inezithunywa zamandla ayo
Phonononga KWABASETESALONIKA II 1:6-7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo