1
UAMOSI 5:24
IZIBHALO EZINGCWELE
Makugalekele umgwebo njengamanzi, nobulungisa njengomlambo ongatshiyo.
Thelekisa
Phonononga UAMOSI 5:24
2
UAMOSI 5:14
Funani okulungileyo, ningafuni okubi, ukuze niphile; aze uYehova, uThixo wemikhosi, abe nani, njengoko nitshoyo.
Phonononga UAMOSI 5:14
3
UAMOSI 5:15
Thiyani okubi, nithande okulungileyo, nimise okusesikweni esangweni; mhlawumbi uYehova, uThixo wemikhosi, wowababala amasalela kaYosefu.
Phonononga UAMOSI 5:15
4
UAMOSI 5:4
Ngokuba utsho uYehova kwindlu kaSirayeli, ukuthi, Quqelani kum, niphile
Phonononga UAMOSI 5:4
Home
Bible
Plans
Videos