1
IGENESIS 33:4
IZIBHALO EZINGCWELE
Wagidima uEsawu emkhawulela, wamwola, wawa entanyeni yakhe, wamanga; basitsho isililo.
Thelekisa
Phonononga IGENESIS 33:4
2
IGENESIS 33:20
Wamisa khona isibingelelo, wathi ukusithiya nguThixo, uThixo kaSirayeli.
Phonononga IGENESIS 33:20
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo