1
IGENESIS 42:21
IZIBHALO EZINGCWELE
Benjenjalo ke. Bathetha omnye komnye besithi, Inyaniso, sinetyala ngenxa yomninawa wethu, sabe sikubona nje ukubandezeleka komphefumlo wakhe, oko abetarhuzisa kuthi, asamphulaphula; kungenxa yoko le nto kusifikeleyo oku kubandezeleka.
Thelekisa
Phonononga IGENESIS 42:21
2
IGENESIS 42:6
UYosefu wayengumlawuli welizwe elo; yena wayethengisa ngengqolowa kubo bonke abantu belizwe elo; bafika ke abakhuluwa bakaYosefu, baqubuda kuye ngobuso emhlabeni.
Phonononga IGENESIS 42:6
3
IGENESIS 42:7
UYosefu wababona abakhuluwa bakhe, wabazi, wazenza ongabaziyo, wathetha nabo kalukhuni, wathi kubo, Nivela phi na? Bathi, Sivela ezweni lakwaKanan, size kuthenga ukudla.
Phonononga IGENESIS 42:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo