1
UHOSEYA 6:6
IZIBHALO EZINGCWELE
Ngokuba ndinonelele uthando, andinonelele mbingelelo; ndinonelele ukwazi uThixo, ngaphezu kwamadini anyukayo.
Thelekisa
Phonononga UHOSEYA 6:6
2
UHOSEYA 6:3
Masikwazi ke, masikusukele ukumazi uYehova; ukuphuma kwakhe kuqinisekile njengokuphuma kwesifingo, ukuba eze kuthi njengemvula, njengemvula evuthisayo, elinyakamisayo ilizwe.
Phonononga UHOSEYA 6:3
3
UHOSEYA 6:1
Yizani sibuyele kuYehova; kuba eqwengile, wosiphilsa; uxabele, wosibopha.
Phonononga UHOSEYA 6:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo