1
UYEREMIYA 16:21
IZIBHALO EZINGCWELE
Ngako oko, yabona, ndiyabazísa ngesi sihlandlo, ndibazíse isandla sam nobugorha bam, bazi ukuba igama lam linguYehova.
Thelekisa
Phonononga UYEREMIYA 16:21
2
UYEREMIYA 16:19
Yehova, mandla am, nqaba yam, ndawo yokusabela kwam ngomhla wembandezelo, ziya kuza kuwe iintlanga, zivela eziphelweni zehlabathi, zithi, Oobawo bádla ilifa lobuxoki bodwa, amampunge la, ekungekho nto inokunceda phakathi kwawo.
Phonononga UYEREMIYA 16:19
3
UYEREMIYA 16:20
Umntu uya kuzenzela oothixo yini na, bengengabo oothixo?
Phonononga UYEREMIYA 16:20
Home
Bible
Plans
Videos