1
KUFILEMON 1:6
IZIBHALO EZINGCWELE
ukuze ubudlelane bokholo lwakho bube nokusebenza ngokwazi konke okulungileyo okukuni, kuse kuKristu Yesu.
Thelekisa
Phonononga KUFILEMON 1:6
2
KUFILEMON 1:7
Kuba sinovuyo nothuthuzeleko olukhulu ngalo uthando lwakho, ngokuba izibilini zabangcwele ziphunyuziwe ngawe, mzalwana.
Phonononga KUFILEMON 1:7
3
KUFILEMON 1:4
Ndihlala ndibulela kuye uThixo wam, ndikukhumbula emithandazweni yam
Phonononga KUFILEMON 1:4
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo