1
IINDUMISO 55:22
IZIBHALO EZINGCWELE
Umthwalo wakho wulahlele kuYehova; yena wokuzimasa; Akayi kuliyekela ilungisa lishukunyiswe naphakade.
Thelekisa
Phonononga IINDUMISO 55:22
2
IINDUMISO 55:17
Ngokuhlwa, nakusasa, nasemini enkulu ndiya kucamngca, ndincwine; Úya kuliva izwi lam.
Phonononga IINDUMISO 55:17
3
IINDUMISO 55:23
Wena ke, Thixo, uya kubahlisela emngxunyeni wesihogo. Abantu bamagazi nenkohliso abayi kuyiqingathisa imihla yabo; Ke mna ndikholose ngawe.
Phonononga IINDUMISO 55:23
4
IINDUMISO 55:16
Mna ndinqula uThixo; UYehova uya kundisindisa.
Phonononga IINDUMISO 55:16
5
IINDUMISO 55:18
Úwukhulula umphefumlo wam unoxolo, ukuze bangasondeli kum, Ngokuba baninzi abandichasayo.
Phonononga IINDUMISO 55:18
6
IINDUMISO 55:1
Wubekele indlebe umthandazo wam, Thixo, Musa ukuzifihla esikhungweni sam.
Phonononga IINDUMISO 55:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo