1
ISITYHILELO 18:4
IZIBHALO EZINGCWELE
Ndeva elinye izwi liphuma emazulwini lisithi: Phumani kuyo, bantu bam, Ukuze ningadlelani nayo ngezono zayo, Nokuze ningamkeliswa kwizibetho zayo.
Thelekisa
Phonononga ISITYHILELO 18:4
2
ISITYHILELO 18:2
Sadanduluka ngamandla, ngezwi elikhulu, sisithi: Iwile, iwile iBhabheli enkulu, Yaba likhaya leedemon, nentolongo yoomoya bonke abangcolileyo, Nentolongo yeentaka zonke ezingcolileyo, ezithiyekileyo.
Phonononga ISITYHILELO 18:2
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo