1
UZEFANIYA 2:3
IZIBHALO EZINGCWELE
Funani uYehova, nonke balulamileyo belizwe, bakwenzileyo okusesikweni kwakhe; funani ubulungisa, funani ululamo, mhlawumbi nòsitheliswa ngemini yomsindo kaYehova.
Thelekisa
Phonononga UZEFANIYA 2:3
2
UZEFANIYA 2:11
Uyoyikeka uYehova kubo; kuba uyabangcungcuthekisa bonke oothixo behlabathi, ziqubude kuye zonke iziqithi zeentlanga, elowo esendaweni yakhe.
Phonononga UZEFANIYA 2:11
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo