1
1 YOOKUMKANI 16:31
IBHAYIBHILE
Akanelanga nje ukwenza izono zikaJerobhowam unyana kaNebhati, kodwa wongeza nangokuthatha uJezebhele intombi kaEtibhali ukumkani wamaSidon, waza ke wangena ekunquleni uBhali.
Thelekisa
Phonononga 1 YOOKUMKANI 16:31
2
1 YOOKUMKANI 16:30
UAhabhi unyana kaOmri wathi kratya ngobubi *kuNdikhoyo kunabo bonke ababengaphambi kwakhe.
Phonononga 1 YOOKUMKANI 16:30
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo