1
UHLAZIYO-MNQOPHISO 4:29
IBHAYIBHILE
Niya kuthi ke nakumfuna uNdikhoyo uThixo wenu nikuloo meko nimfumane; ewe, ukuba nimfuna nimlangazelela ngomxhelo wenu wonke niya kumfumana.
Thelekisa
Phonononga UHLAZIYO-MNQOPHISO 4:29
2
UHLAZIYO-MNQOPHISO 4:31
Yena unguThixo onemfesane. Akayi kunilahla kuphele, okanye anitshabalalise; ewe, akayi kuwulibala umnqophiso awawenza ngokwakhe nookhokho benu.”
Phonononga UHLAZIYO-MNQOPHISO 4:31
3
UHLAZIYO-MNQOPHISO 4:24
Kaloku uNdikhoyo uThixo wenu ngumlilo olenyayo; unguThixo onekhwele.
Phonononga UHLAZIYO-MNQOPHISO 4:24
4
UHLAZIYO-MNQOPHISO 4:9
Lumkani ke, nizigcine ubomi benu bonke, hleze nikulibale konke enakubonayo ngamehlo enu, kulibaleke nakwiinkumbulo zenu. Ze nibalisele abantwana benu, ngokunjalo nabazukulwana
Phonononga UHLAZIYO-MNQOPHISO 4:9
5
UHLAZIYO-MNQOPHISO 4:39
“Kuvumeni nikwamkele ukuba uNdikhoyo unguThixo wamazulu nehlabathi. Akukho Thixo wumbi ngaphandle kwakhe.
Phonononga UHLAZIYO-MNQOPHISO 4:39
6
UHLAZIYO-MNQOPHISO 4:7
Sisiphi na esinye isizwe esikhulu kangangokuba *uthixo waso abe kufutshane kuso njengoko uNdikhoyo uThixo wethu esondele kuthi xa simthandaza?
Phonononga UHLAZIYO-MNQOPHISO 4:7
7
UHLAZIYO-MNQOPHISO 4:30
Niya kuthi kamva nakuba sengxakini zibe zinihlele zonke ezi zinto, nitsho nibuyele kuNdikhoyo uThixo wenu, nimthobele.
Phonononga UHLAZIYO-MNQOPHISO 4:30
8
UHLAZIYO-MNQOPHISO 4:2
Le miyalelo kaNdikhoyo ndininika yona ze niyigcine, ningaze niyandise okanye niyinciphise.
Phonononga UHLAZIYO-MNQOPHISO 4:2
Home
Bible
Plans
Videos