1
UESTERE 5:2
IBHAYIBHILE
Uthe ke ukumkani, akubona uEstere emi apho enkundleni, waziva anelisekile akumjonga, waza ke wamkhomba ngentonga yakhe yolawulo yegolide awayeyiphethe. Wasondela ke uEstere, waza ke wachukumisa incam yaloo ntonga.
Thelekisa
Phonononga UESTERE 5:2
2
UESTERE 5:3
Ukumkani ke wathi kuye: “Ngaba ufuna ntoni, kumkanikazi Estere? Uze kucela ntoni? Nantoni na oyifunayo woyinikwa, kude kuthi xhaxhe ngesiqingatha sombuso wam.”
Phonononga UESTERE 5:3
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Videos