1
IINKOKHELI 4:4
IBHAYIBHILE
Ke kaloku umshumayelikazi uDibhora umka-Lapidoti waba yinkokheli kwaSirayeli ngelo thuba.
Thelekisa
Phonononga IINKOKHELI 4:4
2
IINKOKHELI 4:9
Ke yena wathi: “Ewe, ukuhamba oku ndiya kuhamba, kodwa ke uze wazi ukuba udumo lwale mfazwe aluyi kuza kuwe, kuba uNdikhoyo uya kumnikela emfazini uSisera lowo.” Ngoko ke uDibhora waya eKedeshe ehamba noBharaki.
Phonononga IINKOKHELI 4:9
Home
Bible
Plans
Videos