“Ukuba uthe wayisebenzisa ingqondo yakho,
unganako ukolulela izandla kuThixo.
Ukuba uphethe ububi yahlukana nabo,
nezinto zenkohlakalo mazingafumaneki nasemzini wakho.
Ukuba unokwenjenjalo ke unganako ukuma ungenaxhala nganto,
ume ngxishi ungenadyudyu.