1
UYOBI 13:15
IBHAYIBHILE
Noba selengade andigwinte andikhathali; kodwa ukuxoxa oku ke kona ndiza kuxoxa, ndiyandlale kuThixo imeko yam!
Thelekisa
Phonononga UYOBI 13:15
2
UYOBI 13:16
Mhlawumbi le nto yeyona ingandisindisayo, kuba ke akukho saphula-mthetho singade sibe nokujongana naye.
Phonononga UYOBI 13:16
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo