1
UYOBI 3:25
IBHAYIBHILE
Kuba ndihlelwa zezo zinto zindinkwantyisayo; ezindinxunguphalisayo zezona zindihlelayo.
Thelekisa
Phonononga UYOBI 3:25
2
UYOBI 3:26
Andinako ukuzola, ndingenako nokonwaba; Andifumani kuphumla, kuba ndasoloko ndijijitheka.”
Phonononga UYOBI 3:26
3
UYOBI 3:1
Emva koko ke uYobi wathetha wawuqalekisa umhla awazalwa ngawo.
Phonononga UYOBI 3:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo