1
EYONQULO 19:18
IBHAYIBHILE
Ze ningaziphindezeli mntwini, okanye nimbambe isixhiba, koko nina mthandeni ummelwane wenu, kanye ngale ndlela nizithanda ngayo. Kutsho mna Ndikhoyo.
Thelekisa
Phonononga EYONQULO 19:18
2
EYONQULO 19:27-28
Xa nizilela abangasekhoyo ze ningazichebi iinwele ezisemacaleni entloko, neendevu ningaziphunguli. Ze ningavambi, ningenzi ntlanga emzimbeni. Kutsho mna Ndikhoyo.
Phonononga EYONQULO 19:27-28
3
EYONQULO 19:2
“Yibani ngabantu abangcwele, kuba mna Ndikhoyo, Thixo wenu, ndingcwele.
Phonononga EYONQULO 19:2
4
EYONQULO 19:17
“Nize ningabi nanqala mntwini. Mkhalimele umntu owonayo, hleze nawe ube netyala.
Phonononga EYONQULO 19:17
5
EYONQULO 19:31
“Ningathathi ntonga niye kuvumisa kubantu abeva ngababhubhileyo. Xa nenza loo nto noba nezothe. Kutsho mna Ndikhoyo, Thixo wenu.
Phonononga EYONQULO 19:31
6
EYONQULO 19:16
Ningasasazi ulwimi ngabanye abantu, ningenzi nantoni na eya kubeka ubomi bomnye umntu esichengeni. Kaloku ndinguNdikhoyo.
Phonononga EYONQULO 19:16
Home
Bible
Plans
Videos