1
UMARKO 11:24
IBHAYIBHILE
Ngenxa yoko ndithi kuni, zonke izinto enizicela nithandaza, kholwani ukuba senizinikiwe; nozifumana ke.
Thelekisa
Phonononga UMARKO 11:24
2
UMARKO 11:23
othe kule ntaba: ‘Funquka, uphoseke elwandle;’ abe ke esitsho engathandabuzi entliziyweni yakhe, kodwa ekholwa ukuba oko akuthethayo kuya kwenzeka, wokwenzelwa.
Phonononga UMARKO 11:23
3
UMARKO 11:25
Naxa nithandazayo, ukuba ninendawo ngakubani, mxoleleni, ukuze noYihlo osezulwini anixolele iziphoso zenu. [
Phonononga UMARKO 11:25
4
UMARKO 11:22
Waphendula uYesu wathi kubo: “Kholwani kuThixo. Ndithi kuni, inene
Phonononga UMARKO 11:22
5
UMARKO 11:17
Wabafundisa esithi: “Akatsho na uThixo *eziBhalweni ukuthi: ‘Indlu yam iya kubizwa ngokuba yindlu ekuthandazelwa kuyo ziintlanga zonke’ ? Ke nina niyenzé umqolomba wezihange. ”
Phonononga UMARKO 11:17
6
UMARKO 11:9
Abo babehamba ngaphambili nabo babelandela ngasemva babedanduluka besithi: “Camagu! Makabongwe lowo uzayo egameni leNkosi!
Phonononga UMARKO 11:9
7
UMARKO 11:10
Makabongwe oza kuvusa ulawulo lukaBawo uDavide! Sithi: ‘Bayethe!’ kuPhezukonke.”
Phonononga UMARKO 11:10
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo