1
IINDUMISO 106:1
IBHAYIBHILE
Mbongen' *uNdikhoyo! Bambani ngazibini kuba ulungile uNdikhoyo. Kaloku izibele zakhe ziya kuhlala zikho ngonaphakade.
Thelekisa
Phonononga IINDUMISO 106:1
2
IINDUMISO 106:3
Hay' uyolo lwabo bathobela imithetho yakhe; nditheth' abo bahlala besenza okulungileyo.
Phonononga IINDUMISO 106:3
3
IINDUMISO 106:4-5
Uzundikhumbule, Ndikhoyo, xa ubonelel' abantu bakho; ungandishiyi, Ndikhoyo, xa ubahlangulayo. Nam maze ndiyibon' inkqubela yabanyulwa bakho, ndize ndivuye kunye nabantu bakho, ndilixhamle ibhongo neqhayiya labantu bakho.
Phonononga IINDUMISO 106:4-5
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo