1
IINDUMISO 22:1
IBHAYIBHILE
Thixo wam, Thixo wam, undishiyeleni na? Kudala ndizigixa, ndicel' uncedo, kodwa andikalufumani unangoku!
Thelekisa
Phonononga IINDUMISO 22:1
2
IINDUMISO 22:5
Bakhala kuwe, wabakhulula wena; babethembele ngawe, akwabadanisa.
Phonononga IINDUMISO 22:5
3
IINDUMISO 22:27-28
Zonke izizwe zomkhumbula uNdikhoyo, zibuyele kuye ehlabathini liphela, ziqubude kuye zonke iintlanga. Kaloku nguNdikhoyo ukumkani; nguye umlawuli weentlanga zonke.
Phonononga IINDUMISO 22:27-28
4
IINDUMISO 22:18
Babelana ngeengubo zam; benzelan' amaqashiso ngesambatho sam.
Phonononga IINDUMISO 22:18
5
IINDUMISO 22:31
Ewe, nâbo bangekazalwa boxelelwa ukuba uNdikhoyo wabasindisa abantu bakhe.
Phonononga IINDUMISO 22:31
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo