1
IINDUMISO 30:5
IBHAYIBHILE
Kaloku yeyomzuzwana ingqumbo yakhe; ukanti buhlala buhlel' ububele bakhe. Ewe, zibakho zon' iinzingo ebusuku, kodwa kusasa kuba yimincili yodwa.
Thelekisa
Phonononga IINDUMISO 30:5
2
IINDUMISO 30:11-12
Wabuguqula baluvuyo ubunzima bam; wandikhulul' ezokuzila, wandambathis' ezolonwabo. Mandikubonge ndingayeki, Thixo wam; ewe, ndikubonge kude kube ngunaphakade, Ndikhoyo!
Phonononga IINDUMISO 30:11-12
3
IINDUMISO 30:2
Ndikhoyo, Thixo wam, ndibhenela kuwe; kuba wena undihlangule ekufeni.
Phonononga IINDUMISO 30:2
4
IINDUMISO 30:4
Mbongen' uNdikhoyo, nina milowo yakwakhe, nilibonge igama lakhe elingcwele.
Phonononga IINDUMISO 30:4
5
IINDUMISO 30:1
Ndokudumisa, Ndikhoyo, kuba undisindisile, akwavuma ukuba zindivuyelel' iintshaba zam.
Phonononga IINDUMISO 30:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo