1
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 10:13
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Akuko silingo esinibambileyo, kupela sesobuntu; kodwa unyanisekile UTIXO, ongayi kuvumela ukuba nilingwe ngokupezulu kwamandla enu; koko eya kuyenza kwa kunye nesilingo nendlela yokupuma, ukuba nibe namandla okunyamezela.
Thelekisa
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 10:13
2
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 10:31
Ngako nokuba niyatya, nokuba niyasela, nokuba niyenza enye into, konke kwenzeleni ubungcwalisa BUKATIXO.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 10:31
3
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 10:12
Ngako oko lowo uba umi, makalumke ukuba angawi.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 10:12
4
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 10:23
Zonke izinto zindivunyelwe, koko zingezizo zonke izinto ezindilungeleyo: zonke izinto zindivunyelwe, koko zingezizo zonke izinto ezimisayo.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 10:23
5
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 10:24
Makungabiko namnye ofuna okwake, mabati bonke ngabanye bafune okwomnye.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 10:24
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo