1
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 3:17
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kekaloku yona INKOSI inguye UMOYA; nalapo akona yena UMOYA WENKOSI, ikwa kona inkululeko.
Thelekisa
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 3:17
2
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 3:18
Kodwa tina sonke, sibukangela nje ngobuso obungagujungelweyo njengasencwadini ubungcwalisa BENKOSI, siyaguqulelwa kulowo wona umfanekiso kwa kubo obunye ubungcwalisa kude kube kobunye ubungcwalisa, njengokuba buvela kuyo INKOSI UMOYA.
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 3:18
3
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 3:16
Kodwa xeshekweni isukuba iguqukela KWINKOSI, siyasuswa kanye isigubungelo eso.
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 3:16
4
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 3:5-6
kungekukuba silinganele ukutelekelela into ngokwetu, njengokungati kuvela kwa kuti; koko ukulinganela kwetu kuvela KUTIXO; owati kanjalo wasenza silinganele ukuba ngabakonzi bocebano olutsha; bengengabegama, bengabomoya; ngokuba igama libulala, kodwa umoya uyanika ubomi.
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 3:5-6
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo