1
Eyesibini yokumkani 13:21
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Kwaye kute, nxa babencw̔aba indoda, bona ke, babona ibandla; baza bayiposa indoda leyo encw̔abeni lika‐Elisha; yati yakungena yacukumisa amatambo ka‐Elisha, yabuya yapila, yapakama pezu kwenyawo zayo.
Thelekisa
Phonononga Eyesibini yokumkani 13:21