1
Eyesibini yokumkani 19:19
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Ngako kaloku, YEHOVA, TIXO wetu! zusisindise esandleni sake, ukuze bonke ubukumkani bomhlaba bazi ukuba wena u NGUYEHOVA, UTIXO, wena wedwa.
Thelekisa
Phonononga Eyesibini yokumkani 19:19
2
Eyesibini yokumkani 19:15
Watandaza u‐Hezekiya ebusweni BUKAYEHOVA, wati: YEHOVA, TIXO wo‐Sirayeli, ohleli pakati kwazo ikerubime! unguwe wedwa o NGUTIXO wabo bonke ubukumkani bomhlaba; wenzile wena izulu nomhlaba.
Phonononga Eyesibini yokumkani 19:15