Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Izenzo zabapostile 3

1

Izenzo zabapostile 3:19

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Gqobokani ngoko, niguquke, ukuba zicinywe izono zenu; ukuze kube kufika amaxesha onwabiso evela ebusweni BENKOSI

Thelekisa

Phonononga Izenzo zabapostile 3:19

2

Izenzo zabapostile 3:6

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Wayesiti u‐Petrosi: Isilivere negolide aziko kum; kodwa oko endinako ndiyakupa kona: Egameni lika‐Yesu Kristu um‐Nazarete, suka uhambe.

Thelekisa

Phonononga Izenzo zabapostile 3:6

3

Izenzo zabapostile 3:7-8

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Waza wayibamba ngesokunene isandla, wayisukisa: zasezisomelela inyawo zayo namaqata ayo kwa oko. Yaza isuka ngokutsiba yema yahamba, yangena kunye nabo etempileni, ihamba, itsiba, idumisa UTIXO.

Thelekisa

Phonononga Izenzo zabapostile 3:7-8

4

Izenzo zabapostile 3:16

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Nangalo ukolo egameni lake, lomntu enimbonayo nenimaziyo igama lake limomelezile: ewe ukolo olungaye lamnika okukupila okufezekileyo pambi kwenu nonke.

Thelekisa

Phonononga Izenzo zabapostile 3:16

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Izenzo zabapostile 3

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo