1
U‐Hamose 5:24
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Mabuqengqeleke ubugwebo njengamanzi, nobulungisa njengomlanjana owelayo futi.
Thelekisa
Phonononga U‐Hamose 5:24
2
U‐Hamose 5:14
Funani okulungileyo, ningafuni okukohlakeleyo, ukuze nipile; kwakuya kuba njalo, — UYEHOVA, UTIXO wemikosi, woba nani, — njengokuba nitshilo.
Phonononga U‐Hamose 5:14
3
U‐Hamose 5:15
Tiyani okukohlakeleyo, nitande okulungileyo, nimise ubugwebo esangweni; kungati UYEHOVA, UTIXO wemikosi, woba nofefe kwisisalela sika‐Josefe.
Phonononga U‐Hamose 5:15
4
U‐Hamose 5:4
Ngokuba esitsho UYEHOVA kwindlu ka‐Sirayeli ukuti: Ndifuneni mna, nipile ke.
Phonononga U‐Hamose 5:4
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo