1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 4:6
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ukuteta kwenu makube ngofefe ngamaxesha onke, kuvakalisiwe ngetyuwa, ukuze nikwazi ukuba nifanele ukuti nina ukupendula bonke abanye ngabanye.
Thelekisa
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 4:6
2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 4:2
Zingisani ekutandazeni, nilinda nje kuko ngombulelo
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 4:2
3
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 4:5
Hambani ngobulumko ngakubo abapandle, nizitengela ituba nje.
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 4:5
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo