1
I‐Duteronomi 31:6
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Yomelelani nikalipe, ningoyiki, ningankwantyi nokunkwantya pambi kwazo: ngokuba UYEHOVA, UTIXO wako, nguye ohamba nawe; akayi kukuyeka, akayi kukushiya kanjalo.
Thelekisa
Phonononga I‐Duteronomi 31:6
2
I‐Duteronomi 31:8
NOYEHOVA, nguye ohambayo pambi kwako; woba nawe yena; akayi kukuyeka, akayi kukushiya kanjako: ungoyiki, ungatuswa nokutuswa.
Phonononga I‐Duteronomi 31:8
3
I‐Duteronomi 31:7
Waza u‐Mosesi wabiza u‐Yoshuwa, wati kuye emehlweni abo bonke o‐Sirayeli: Yomelele ukalipe, ngokuba uya kungena nababantu elizweni, owayefungela oyise babo UYEHOVA ukuba abape lona; wobamkelisa ilifa lalo wena.
Phonononga I‐Duteronomi 31:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo