Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka I‐Kesodusi 4

1

I‐Kesodusi 4:11-12

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Waye UYEHOVA esiti kuye: Ngubanina omenzele umntu umlomo? ngubanina owenza isidenge, nesitulu, nobonayo, nemfama? asi ndim YEHOVA yinina? Ize uhambe ke, ndandiya kuba nawo umlomo wako, ndikufundise into uya kuteta yona.

Thelekisa

Phonononga I‐Kesodusi 4:11-12

2

I‐Kesodusi 4:10

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Waza wati u‐Mosesi KUYEHOVA: Ke, NKOSI! andinguye oliciko, kwa nexesha lapambili, nakuseloko utetileyo nesicaka sako; ngokuba ndingomlomo unzima, nolulwimi lukwa nzima.

Thelekisa

Phonononga I‐Kesodusi 4:10

3

I‐Kesodusi 4:14

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Yaza yavuta ingqumbo KAYEHOVA ngakuye u‐Mosesi, wati: u‐Arone um‐Levi asi nguye umkuluwe wako na? Ndiyazi ukuba uyacikoza ukuteta yena. Kananjalo, bona ke, seleya kupuma ukuza kukukaulela; ati akukubona, avuye intliziyo yake.

Thelekisa

Phonononga I‐Kesodusi 4:14

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest