1
I‐Genesise 42:21
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Baza bati omnye kwomnye: Sinetyala ngenyaniso pezu kwomninawe wetu, ekubeni sibe sibona uxinezeko lwompefumlo wake akusitaṙuzisa, kanti sasingapulapuli noko; kukona obubunzima busihleleyo.
Thelekisa
Phonononga I‐Genesise 42:21
2
I‐Genesise 42:6
Waye u‐Josefe ebengumpati pezu kwelozwe; wanguye obetengisa kubo bonke abantu belizwe; bandula beza abakuluwe baka‐Josefe, baziqubuda pambi kwake, ubuso babo bungasemhlabeni.
Phonononga I‐Genesise 42:6
3
I‐Genesise 42:7
Waza u‐Josefe wabona abakuluwe bake, wabazi; kodwa wazenza owasemzini kubo, wateta nabo ngobulukuni, wati kubo: Nivela pina? Bati: Sivela ezweni le‐Kanane, ukuza kutenga ukutya.
Phonononga I‐Genesise 42:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo