1
U‐Yisaya 49:15
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Umfazi angamlibala na umntwana wake owanyayo, ukuba angabi nabubele ngakuye unyana wesizalo sake? Ewe, aba bangalibala, kanti mna andisayi kukulibala.
Thelekisa
Phonononga U‐Yisaya 49:15
2
U‐Yisaya 49:16
Bona ke, ndikuvambile pezu kwentende zezandla zam; indonga zako zipambi kwam futi.
Phonononga U‐Yisaya 49:16
3
U‐Yisaya 49:25
Ngenyaniso utsho UYEHOVA ukuti: Ewe, abatinjwa begoṙa baya kususwa, namaxoba esidlwengu aya kuhlangulwa: ngokuba lowo opika nawe ndiya kupika naye mna, nabantwana bako ndiya kubasindisa.
Phonononga U‐Yisaya 49:25
4
U‐Yisaya 49:6
Uti kanjalo: Yinto encinane ukuba ube sisicaka sam, ukumisa izizwe zika‐Yakobi, nokubuyisa abalondoloziweyo baka‐Sirayeli; ndikunikile nokuba ube sisikanyiso kubaheyideni, ukuze ube lusindiso lwam kude kube sekupeleni kwomhlaba.
Phonononga U‐Yisaya 49:6
5
U‐Yisaya 49:13
Culani, mazulu! ugcobe, mhlaba! gqabukelani ekuculeni, zintaba! ngokuba UYEHOVA etutuzela abantu bake, enezibele pezu kwababandezelwa bake.
Phonononga U‐Yisaya 49:13
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo