Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka U‐Yisaya 57

1

U‐Yisaya 57:15-16

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ngokuba esitsho yena opezulu opakamileyo, ohleli kunapakade, ogama liyingcwele, ukuti: Ndihleli kwepezulu neyingcwele indawo, kwa nalowo omoya ugqobokileyo notobekileyo; ukuba kupiliswe umoya wabatobekileyo, nokuba kupiliswe intliziyo yabagqobokileyo. Ngokuba ndingayi kuba ngunapakade ndipika; kanjalo andiyi kuba ngamaxesha onke ndiqumbile: ngokuba umoya ubuya kucubuka pambi kwam, nemipefumlo endiyenzileyo.

Thelekisa

Phonononga U‐Yisaya 57:15-16

2

U‐Yisaya 57:1

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Olungileyo uyabuba, kanti akuko mntu okubekelayo intliziyo; abantu abanobubele bayasuswa nabo, kungeko oqondayo ukuba olungileyo uyasuswa elishweni.

Thelekisa

Phonononga U‐Yisaya 57:1

3

U‐Yisaya 57:2

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Uyangena eluxolweni; bayapumla ezililini zabo; bonke abalungisa ukuhamba kwabo.

Thelekisa

Phonononga U‐Yisaya 57:2

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo