1
U‐Jobi 42:2
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Ndiyazi ukuba ungazenza zonke izinto, nokuba akuko qinga elinqandeka kuwe.
Thelekisa
Phonononga U‐Jobi 42:2
2
U‐Jobi 42:10
Waza UYEHOVA wabuyisa ukutinjwa kuka‐Jobi, akuba ebetandazele abahlobo bake: wayesongeza UYEHOVA kuko konke abe enako u‐Jobi, kude kwapindwa.
Phonononga U‐Jobi 42:10