1
Ivangeli ka‐Luke 1:37
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
ngokuba kungeko nanye into eya kumnqabela UTIXO.
Thelekisa
Phonononga Ivangeli ka‐Luke 1:37
2
Ivangeli ka‐Luke 1:38
Wayesiti u‐Mariya: Nasi ke isicakakazi SENKOSI; makube njalo kum njengelizwi lako. Yaza yemka kuye ingelosi.
Phonononga Ivangeli ka‐Luke 1:38
3
Ivangeli ka‐Luke 1:35
Yaza yapendula ingelosi yati kuye: UMOYA OYINGCWELE wohla pezu kwako, namandla opezu kwonke okusibekelela; ngoko kanjako lonto ingcwele ezalwayo nguwe iya kubizwa ngokuba ngunyana KATIXO.
Phonononga Ivangeli ka‐Luke 1:35
4
Ivangeli ka‐Luke 1:45
Unetamsanqa ke lowo okoliweyo; ngokuba kuya kubako ukufezwa kwezinto ezitetiweyo kuye zivela ENKOSINI.
Phonononga Ivangeli ka‐Luke 1:45
5
Ivangeli ka‐Luke 1:31-33
Kekaloku bona ke, uya kukaula esizalweni sako, uzale unyana, wauya kubiza igama lake ngo— YESU. Lowo woba mkulu, waeya kubizwa ngokuba ngunyana wopezu kwonke: kanjalo INKOSI ENGUTIXO iya kumpa iterone ka‐Davide uyise; waeya kuba ngukumkani pezu kwendlu ka‐Yakobi kude kube ngunapakade; nobukumkani bake abuyi kuba nakupela.
Phonononga Ivangeli ka‐Luke 1:31-33
6
Ivangeli ka‐Luke 1:30
Yaza yati ingelosi kuyo: Ungoyiki, Mariya! ngokuba ufumene ufefe KUTIXO.
Phonononga Ivangeli ka‐Luke 1:30
I-YouVersion isebenzisa ii cookies ukwenza amava akho abe ngawe. Ngokusebenzisa i-website yethu, uyakwamkela ukusebenzisa kwethu ii cookies njengoko kuchaziwe kuMgaqo-nkqubo wethu
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Videos