Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Ivangeli ka‐Mateyu 20

1

Ivangeli ka‐Mateyu 20:26-28

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

Kodwa akuyi kuba njalo pakati kwenu; koko osukuba efuna ukuba mkulu pakati kwenu, makabe ngumkonzi wenu; nosukuba efuna ukuba ngowokuqala pakati kwenu, makabe sisicaka senu: njengokuba unyana wesintu ebengezanga ukuza kukonzwa, koko weza ukukonza, nokunika ubomi bake bube yintlaulelo yabaninzi.

Thelekisa

Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 20:26-28

2

Ivangeli ka‐Mateyu 20:16

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

Kwa njalo ke abokugqibela boba ngabokuqala, nabokuqala boba ngabokugqibela; ngokuba bebaninzi ababiziweyo, koko bebancinane abaqashiweyo.

Thelekisa

Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 20:16

3

Ivangeli ka‐Mateyu 20:34

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

Wabetwa lusizi ke u‐Yesu, wacu̔kumisa amehlo azo; ati kwa oko aba nokubona amehlo azo, zamlandela ke.

Thelekisa

Phonononga Ivangeli ka‐Mateyu 20:34

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo