1
Ivangeli ka‐Maraki 15:34
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Waza ngeyure yesitoba wakala u‐Yesu ngelizwi elikulu, esiti: Eloi! Eloi! lama sabaketani? okukuti ngokukunyushwa: Tixo wam! Tixo wam! undishiyele nina?
Thelekisa
Phonononga Ivangeli ka‐Maraki 15:34
2
Ivangeli ka‐Maraki 15:39
Kekaloku inkosikulu ebimi kufupi malungana naye, yakubona ukuba wadanduluka njalo waqauka umpefumlo, yati: Ngenyaniso umntu lo ebengunyana KATIXO.
Phonononga Ivangeli ka‐Maraki 15:39
3
Ivangeli ka‐Maraki 15:38
Laza ikuselo lendawo eyingcwele laṙazulwa kubini kwa pezulu kwada kwasezantsi.
Phonononga Ivangeli ka‐Maraki 15:38
4
Ivangeli ka‐Maraki 15:37
Wati ke u‐Yesu waku̔pa ilizwi elikulu, waqauka umpefumlo.
Phonononga Ivangeli ka‐Maraki 15:37
5
Ivangeli ka‐Maraki 15:33
Kwati kwakufika iyure yesitandatu, kwabako ubumnyama pezu kwalo lonke ilizwe yada yayiyure yesitoba.
Phonononga Ivangeli ka‐Maraki 15:33
6
Ivangeli ka‐Maraki 15:15
Waza u‐Pilati, efuna ukunga angancamisa isihlwele, wabakululela u‐Baraba; wati u‐Yesu, akuba emtyabule, wamnikela ukuba akuruseshwe.
Phonononga Ivangeli ka‐Maraki 15:15
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo