1
U‐Nehemiya 4:14
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Ndaza ndakangela, ndesuka, ndati kwimiduna, nakumagosa, nakwabanye abantu: Ningazoyiki; kumbulani INKOSI, leyo inkulu eyoyikekayo, nibalwele abazalwana benu, nonyana benu, nentombi zenu, nabafazi benu, nezindlu zenu.
Thelekisa
Phonononga U‐Nehemiya 4:14
2
U‐Nehemiya 4:6
Saza salwaka udonga; kwaye kubandakanywa udonga lwonke kwada kwasisiqingata sobude balo: ngokuba abantu bebenentliziyo yokusebenza.
Phonononga U‐Nehemiya 4:6