1
Imizekeliso 4:23
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Linda intliziyo yako pezu kwako konke okugcinwayo; ngokuba kuvela kuyo izipumelo zobomi.
Thelekisa
Phonononga Imizekeliso 4:23
2
Imizekeliso 4:26
Gqala ukuhamba kwonyawo lwako, ziti zonke indlela zako ziqiniswe.
Phonononga Imizekeliso 4:26
3
Imizekeliso 4:24
Shenxisa kuwe ubugwenxa bomlomo, nenkani yomlomo yikwelelise kude kuwe.
Phonononga Imizekeliso 4:24
4
Imizekeliso 4:7
Eyona nto inkulu bubulumko; qweba ubulumko: ewe, ngako konke ukuqweba kwako kuqwebe ukuqonda.
Phonononga Imizekeliso 4:7
5
Imizekeliso 4:18-19
Kodwa indlela yabalungileyo injengokukanya okukazimlayo, okumana kukanya kude kube semini efezekileyo. Indlela yabakohlakeleyo injengesitokotoko; abazi into abaya kuku̔beka pezu kwayo.
Phonononga Imizekeliso 4:18-19
6
Imizekeliso 4:6
Ungabushiyi, bokugcina ke; butande, bokulondoloza ke.
Phonononga Imizekeliso 4:6
7
Imizekeliso 4:13
Bambelela kuyo imfundiso, ungayeki; yibambe ke, ngokuba ibubomi bako yona.
Phonononga Imizekeliso 4:13
8
Imizekeliso 4:14
Ungangeni emendweni wabakohlakeleyo, ungahambi nokuhamba endleleni yabangalungileyo.
Phonononga Imizekeliso 4:14
9
Imizekeliso 4:1
YIVANI, bonyanandini! ukululeka kwoyise, nipulapule ukukwazi ukuqonda.
Phonononga Imizekeliso 4:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo