Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Amaculo 28

1

Amaculo 28:7

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

UYEHOVA ungamandla am, nekaka lam; intliziyo yam yatembela kuye, ndancedwa ke: iti ngoko intliziyo yam ivuye kakulu; ndandiya kumdumisa ngeculo lam.

Thelekisa

Phonononga Amaculo 28:7

2

Amaculo 28:8

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

UYEHOVA ungamandla abo; uyinqaba yosindiso yomtanjiswa wake yena.

Thelekisa

Phonononga Amaculo 28:8

3

Amaculo 28:6

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

Makabongwe UYEHOVA; ngokuba evile ilizwi lezikungo zam.

Thelekisa

Phonononga Amaculo 28:6

4

Amaculo 28:9

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

Sindisa abantu bako, utamsanqelise ilifa lako; bapate, ubapakamise kude kube ngunapakade.

Thelekisa

Phonononga Amaculo 28:9

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo