1
Amaculo 42:11
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kunganina ukuba utobeke, mpefumlo wam? kunganina nokuba ube nesitukutezi pakati kwam? Tembela KUTIXO; ngokuba ndisaza kubulela kuye, uncedo lwobuso bam, NOTIXO wam.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 42:11
2
Amaculo 42:1-2
NJENGOKUBA ixama lilangazelela imilanjana yamanzi, kwa njalo umpefumlo wam ulangazelela wena, TIXO! Umpefumlo wam unxanelwe UTIXO, kwa UTIXO ohleliyo: ndoza ninina ndibonakale ebusweni BOTIXO?
Phonononga Amaculo 42:1-2
3
Amaculo 42:5
Kunganina ukuba utobeke, mpefumlo wam? kunganina nokuba ube nesitukutezi pakati kwam? Tembela KUTIXO; ngokuba ndisaza kubulela kuye, ngenxa yoncedo lwobuso bake.
Phonononga Amaculo 42:5
4
Amaculo 42:3
Inyembezi zam bezikukutya kwam emini nasebusuku, nxa bati kum imihla yonke: Upina UTIXO wako?
Phonononga Amaculo 42:3
5
Amaculo 42:6
TIXO wam! umpefumlo wam utobekile pakati kwam; ngako oko ndokukumbula ndisezweni lase‐Yoredane, nakwelama‐Heremone, entabeni ye‐Mitsare.
Phonononga Amaculo 42:6
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo