1
Amaculo 63:1
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
TIXO! UNGUTIXO wam; ndokufuna kusasa; umpefumlo wam unxanelwe wena, inyama yam ikulangazelele ezweni elomileyo nelidiniweyo, apo kungeko manzi
Thelekisa
Phonononga Amaculo 63:1
2
Amaculo 63:3
Ngokuba ububele bako bulungile pezu kwokudliwa kwobomi, umlomo wam wokuncoma.
Phonononga Amaculo 63:3
3
Amaculo 63:4
Ndiya kukubonga ngokunjalo nxa ndisadla ubomi; ndiya kupakamisa izandla zam egameni lako.
Phonononga Amaculo 63:4
4
Amaculo 63:2
ndize ndibone amandla ako nobungcwalisa bako, njengokuba ndikubonile endaweni eyingcwele.
Phonononga Amaculo 63:2
5
Amaculo 63:7-8
Ubungumncedi wam nje, ndovuya ngoko emtunzini wamapiko ako. Umpefumlo wam uti nama ukulandela wena; isandla sako sokunene siyandixasa.
Phonononga Amaculo 63:7-8
6
Amaculo 63:6
nxa ndikumbula wena esililini sam, nxa ndicinga wena emavaṙashweni asebusuku.
Phonononga Amaculo 63:6
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo