1
Amaculo 68:19
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Maibongwe INKOSI imihla ngemihla: nakuba ibeka umtwalo pezu kwetu, i NGUTIXO wosindiswa lwetu noko. Sela.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 68:19
2
Amaculo 68:5
Unguyise wenkedama, nomgwebeli wabahlolokazi, UTIXO ekayeni lake eliyingcwele.
Phonononga Amaculo 68:5
3
Amaculo 68:6
UTIXO uyahlalisa amagantuntu endlwini; ababanjiweyo uyabaku̔pela ebutamsanqeni; kodwa abanenkani bahleli endaweni eyomileyo.
Phonononga Amaculo 68:6
4
Amaculo 68:20
UTIXO wetu NGUTIXO wosindiso; nakuye UYEHOVA OYINKOSI kulunge izipumelo ekufeni.
Phonononga Amaculo 68:20
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo